NEDBANK: Amakhosi Aphinda Emva Kwendlu NeStellies
JOHANNESBURG: IPSL ikhuphe iziphumo zedraw apho kuqhathwe amaqela azakudlala kwitumente yeNedbank Cup yalesizini.
Funda ngokugqithisileyoJOHANNESBURG: IPSL ikhuphe iziphumo zedraw apho kuqhathwe amaqela azakudlala kwitumente yeNedbank Cup yalesizini.
Funda ngokugqithisileyoRUSTENBURG: Umdlali omtsha weOrlando Pirates uAndre De Jong uthi uyavuya yaye wonwabile kweZimnyama Ngenkani.
Funda ngokugqithisileyoCHLOORKOP: Umdlali omtsha kraca weMamelodi Sundowns uBrayan León udiza izizathu zakhe zokujoyina eliqela laseTshwane.
Funda ngokugqithisileyoPIRATES: Usekela mqeqeshi weOrlando Pirates uMandla Ncikazi uthi kuhle ukubona besebenza ngokuvana noAbdeslam Ouaddou.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Umdlali weBafana Bafana uThemba Zwane uthi kuhle bangaphambili beqhuba kakuhle kwiqela lesizwe ngaphambi kwetumente yeAFCON.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi akanaxesha yaye akabahoyi abagxeki bakhe.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi basebenze ngokuzinikela ukuze bafaezkise iphupho lokuya kwindebe yomhlaba.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi naye uyazityhola emva kokuba uFIFA egwebe uSAFA ngendaba kaTeboho Mokoena.
Funda ngokugqithisileyoMTN8: Ikhankatha leStellebosch FC uSteve Barker uthi unephupho lokuphakamisa indebe yeMTN8 ngomgqibelo.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi kufuneka bakhawuleze bawaqukumbele amaphupho wabo wokuya kwindebe yomhlaba iFIFA Cup.
Funda ngokugqithisileyo