NEDBANK: Amakhosi Aphinda Emva Kwendlu NeStellies
JOHANNESBURG: IPSL ikhuphe iziphumo zedraw apho kuqhathwe amaqela azakudlala kwitumente yeNedbank Cup yalesizini.
Funda ngokugqithisileyoJOHANNESBURG: IPSL ikhuphe iziphumo zedraw apho kuqhathwe amaqela azakudlala kwitumente yeNedbank Cup yalesizini.
Funda ngokugqithisileyoRUSTENBURG: Umdlali omtsha weOrlando Pirates uAndre De Jong uthi uyavuya yaye wonwabile kweZimnyama Ngenkani.
Funda ngokugqithisileyoMTN8: Ikhankatha leStellebosch FC uSteve Barker uthi unephupho lokuphakamisa indebe yeMTN8 ngomgqibelo.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY PREM: Umdlali weKaizer Chiefs uAshley Du Preez uthi bangayiphumelela indebe yeligi kulesizini.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY – Iintshatsheli zeligi iMamelodi Sundowns ishota ngenqaku ukuba iphakamise eyesibhozo iisizini zilandelelana.
Funda ngokugqithisileyoCAF CL – Ikhankatha leMamelodi Sundowns uMiguel Cardoso wonwabile emva kokubetha iEsperance yaseTunisia.
Funda ngokugqithisileyoEKAPA – ULaLiga waseSpain uxhase amantombazana adlala ibhola ngephulo iMzansi Equality League ngaphantsi kweFundacion LaLiga eKapa.
Funda ngokugqithisileyoNjengokuba bejonge ukuphakamisa indebe yeMTN8, uMandla Ncikazi uthi kufuneka bahloniphe iStellenbosch FC evutha amalangabi.
Funda ngokugqithisileyoIOrlando Pirates ifuna ukuba liqela lokuqala ukuphumelela indebe yeMTN8, ukapteni uInnocent Maela uthetha ngeenjongo zabo.
Funda ngokugqithisileyoUmqeqeshi weStellenbosch FC uSteve Barker uthie ujoinge ukwenza imbali ngokuquthisa iOrlando Pirates koweMTN8 ngomgqibelo.
Funda ngokugqithisileyo