Isithembiso SikaPetersen Kubalandeli BeChiefs
CHIEFS: Ethetha nabeSABC, unozinti weKaizer Chiefs uBrandon Petersen uthi bayamvisisa umqeqeshi uNasreddine Nabi kunakuqala.
Funda ngokugqithisileyoCHIEFS: Ethetha nabeSABC, unozinti weKaizer Chiefs uBrandon Petersen uthi bayamvisisa umqeqeshi uNasreddine Nabi kunakuqala.
Funda ngokugqithisileyoKaizer Chiefs – Ngokweengxelo ezijikelezayo, umqeqeshi weKaizer Chiefs uNasredinne Nabi usahleli okwangoku kodwa ikamva limfiliba.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY PREM – Emva kokuphumelela indebe yeNedbank Cup, kuvela iindaba zokuba Unasredine Nabi angashiya kwiKaizer Chiefs.
Funda ngokugqithisileyoCAF – Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos unovuyo encoma amaqela afana neMamelodi Sundowns neOrlando Pirates.
Funda ngokugqithisileyoNEDBANK CUP – Umqeqeshi weKaizer Chiefs uNasreddine Nabi ukhuphe umyalezo wakhe kubalandeli beliqela laseNaturena.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY PREM – Iindaba ezingenayo zidiza ukuba iKaizer Chiefs isayine umdlali waseCongo uGlody Makabi Lilepo obedalal eFransi.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY PREMIERSHIP – Owayesakudlalela iKaizer Chiefs uItumeleng Khune uthi akaliboni kakuhle ikamva likaChristian Saile kweliqela.
Funda ngokugqithisileyoBetway Premiership – Umqeqeshi weKaizer Chiefs uNasreddine Nabi uthi uzakumdlalisa uGaston Sirino xa bedibana neRoyal AM.
Funda ngokugqithisileyoNgaphambi komdlalo wabo neMamelodi Sundowns, uNasreddine Nabi weKaizer Chiefs ugxeke amajelo eendaba esithi amfakela uxinzelelo.
Funda ngokugqithisileyoBETWAY PREMIERSHIP – Uyakhala umqeqweshi weKaizer Chiefs uNasreddine Nabi ememzela abePSL ukuba bakhawulezise ngeVAR.
Funda ngokugqithisileyo