Umqeqeshi WeBafana Bafana: ‘Andisosidenge Mna’
BAFANA – Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi akasosidenge ngokuba ebeyazi ukuba bayaya kwitumente yeCAF AFCON.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA – Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi akasosidenge ngokuba ebeyazi ukuba bayaya kwitumente yeCAF AFCON.
Funda ngokugqithisileyoBAFANA: Iqela likaHugo Broos In=Bafana Bafana ingenile kwitumente yeCAF AFCON ezakubanjelwa eMorocco.
Funda ngokugqithisileyoUmqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos umbizile kwakhona umdlali weOrlando Pirates uEvidence Makgopa kwiqela lakhe lakutshanje.
Funda ngokugqithisileyoUmqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos akanaxhala ngoTeboho Mokoena noKhuliso Mudau – uthi bazakudlala neCongo-Brazzaville.
Funda ngokugqithisileyoUmqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos uthi kufike ithuba lokuba uPercy Tau ashiye iAl Ahly yaseYiphutha.
Funda ngokugqithisileyoEdiza iqela leBafana Bafana labadlali abangama23, umqeqeshi uHugo Broos uthi unexhala ngoTeboho Mokoena noKhuliso Mudau.
Funda ngokugqithisileyoEmva kokumenyezelwa kweqela elizakuqubisana neCongo, iBafana Bafana izakusingatha lomdlalo eGqeberha kwiPhondo laseMpuma Koloni.
Funda ngokugqithisileyoEmva kokuqokelela amanqaku amane kwimidlalo emibini kweyeCAF African Cup of Nations, umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos unethemba.
Funda ngokugqithisileyoKuluvuyo eMzantsi Afrika iBafana Bafana iphumelela umdlalo wayo ngo3-2 ibetha iSouth Sudan ngenjikalanga yangolwesibini.
Funda ngokugqithisileyoUmqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos ujongene nengxaki yokwenza isigqibo ngonozinti uVeli Mothwa ngolwesibini.
Funda ngokugqithisileyo